Genesis 42:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Unyana wam akayi kuhla nani; ngokuba umkuluwe wake efile, waye yena esele yedwa: naxeshekweni ahlelwa sisenzakalo endleleni enihamba ngayo, niya kwandula nihlise izimvi zam ngosizi ngasencw̔abeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi yena, Unyana wam akasayi kuhla nani; ngokuba ufile umkhuluwa wakhe, yena usele yedwa. Ukuba uthe wahlelwa yingozi endleleni eniyihambayo, izimvi zam nozithobela kwelabafileyo ndinesingqala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Unyana wam akasayi kuhla nani; ngokuba ufile umkhuluwa wakhe, yena usele yedwa; Ukuba uthe wahlelwa bububi endleleni yakho, bozihlisela izimvi zam kwelabafileyo ndinentlungu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wala uYakobi, esithi: “Hayi, akanako ukuhamba nani umntwanam. Umntakwabo wasweleka; selinguye yedwa ngoku oseleyo. Usenokuhlelwa yinto endleleni. Noko sendaluphele ngoku; ingandibulala loo nto.”