Genesis 42:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Benjamine, umninawe ka‐Josefe, akamtuma u‐Yakobi kunye nabakuluwe bake; ngokuba ebesiti: Hleze ahlelwe sisenzakalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa uBhenjamin, umninawa kaYosefu, uYakobi akamthumanga nabakhuluwa bakhe; kuba wathi, hleze ahlelwe yingozi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa uBhenjamin, umninawa kaYosefu, akamthumanga uYakobi nabazalwana bakhe; ngokuba ethe, Makangaphathwa ububi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uYakobi akazange amthume kunye nabo uBhenjamin umninawa kaJosefu, kuba esoyika hleze ahlelwe yinto.