Genesis 42:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Josefe wakumbula amapupa abewapupile ngabo, wati kubo: Nizintlola; nize kubona ukuba zé kwelizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawakhumbula uYosefu amaphupha abewaphuphile ngabo, wathi kubo, Niziintlola nina; nize kubona ubuze belizwe eli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawakhumbula uYosefu amaphupha abenawo ngabo, wathi kubo, Niziintlola nina; ukubona inkunkuma yelizwe oze kulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakhumbula nalaa maphupha wayewaphupha ngabo, wathi kubo: “Nina niziimpimpi! Nizele nje ukuza kuhlola iindawo ezibuthathaka kwilizwe lethu.”