Genesis 43:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kekaloku ukuba sasingazilazilanga, ngesiba okunene kaloku nje sise sibuyile ngokwesibini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, ukuba besingazilazilanga, inene ngesiba ngoku sesibuye okwesibini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, ukuba besingathandabuzanga, ngesibuya okwesibini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba besingalibazisanga kangaka ngesiye sabuya, nditsho sada saphinda okwesibini.”