Genesis 43:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Josefe, akumbona u‐Benjamine enawo, wati kopezu kwendlu yake: Ngenisa lamadoda endlwini, uxe̔le isixe̔lo, uze ulungise; ngokuba lamadoda eya kudlelana nam emini enkulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYosefu wambona uBhenjamin enabo, wathi kumphathi wendlu yakhe, Wangenise loo madoda endlwini, uxhele, ulungise; kuba la madoda aya kudla nam emini enkulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYosefu wambona uBhenjamin enabo, wathi kumphathi wendlu yakhe, Wangenise la madoda endlwini, uwabulale, ulungise; kuba la madoda aya kudla nam emini enkulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJosefu akubabona behamba noBhenjamin, wathi kwisicaka esiyintloko: “La madoda wase endlwini yam. Uze uxhele nokuxhela, khon' ukuze batye nam isidlo sasemini.”