Genesis 43:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yandula indoda yangenisa amadoda lawo endlwini ka‐Josefe, ya wa bekela amanzi; aza ahlamba inyawo zawo; yanikela namaqwaṙashe awo into yokutya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indoda leyo yawangenisa amadoda endlwini kaYosefu, yawanika amanzi, ahlamba iinyawo zawo; yawapha iindiza amaesile awo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indoda leyo yawangenisa amadoda endlwini kaYosefu, yawanika amanzi, ahlamba iinyawo zawo; amahashe abo wawanika ukudla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sabangenisa endlwini kaJosefu isicaka. Sabanika amanzi, bahlamba iinyawo. Sapha needonki zabo into etyiwayo.