Genesis 43:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aza alungisa ibaso, engekafiki u‐Josefe emini enkulu; ngokuba ebevile kusitwa aya kutya isonka kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umnikelo lowo awulungisela ukufika kukaYosefu emini enkulu; kuba ebeve kusithiwa aya kudla isonka khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamenzela isipho uYosefu owayefike emini; ngokuba evile ukuba baya kudla khona isonka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Balungiselela ukunika uJosefu izipho ukufika kwakhe ngexesha lesidlo sasemini, kuba babesebexelelwe ukuba uza kutya kunye nabo.