Genesis 43:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula ukubeka pambi kwake eyedwa, napambi kwawo ekwa wodwa, napambi kwama‐Jipete abesitya naye ewodwa nawo; ngokuba ekohliwe ama‐Jipete kukutya isonka nama‐Hebere, oko kuyintshontsho nje kuma‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bambekela yedwa, bababekela bodwa bona, bawabekela odwa amaYiputa abesidla naye; kuba amaYiputa akanakudla sonka namaHebhere; kuba lisikizi elo kumaYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baphekela yena yedwa, baba yedwa, namaYiputa abesidla naye odwa; kuba amaYiputa akanakudla sonka namaHebhere; kuba lisikizi kumaYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayetyela etafileni yakhe yedwa, bona abantakwabo bekweyabo bodwa. NamaJiputa awayelapho ayesitya odwa, kuba kwakungekho sikweni ukutya kunye namaHebhere.