Genesis 43:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kodwa akuyi kumtuma, asiyi kuhla; ngokuba indoda leyo ibisiti kuti: Anisayi kubona ubuso bam, engeko nani umninawe wenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba akuthanga umthume, asiyi kuhla; kuba indoda leyo yathi kuthi, Aniyi kububona ubuso bam, engabangakho nani umninawa wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba akuthanga umthume, asiyi kuhla; ngokuba yathi kuthi loo ndoda, Aniyi kububona ubuso bam, engabangakho nani udade wenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke uyala, nathi asiyi kuya, kuba laa mfo walitsolisa, wathi singaze sivele phambi kwakhe singahambi noBhenjamin.”