Genesis 44:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Makube njalo ke, kwa njengamazwi enu: lowo ifunyanwa kuye woba likoboka lam; nina kodwa noba ningenatyala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Makube njengokwamazwi enu; ke ngoko osukuba ifunyenwe kuye, woba sisicaka sam, ke nina noba msulwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye wathi: Nangoku makube ngokwamazwi enu; uya kuba msulwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sithe isicaka: “Ewe, kulungile, kodwa ngulo ifunyenwe kuye qha oya kubanjwa abe likhoboka; bonke abanye bangakhululeka.”