Genesis 44:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiza u‐Juda nabazalwana bake endlwini ka‐Josefe; ngokuba ebesekona yena; bawa pantsi ke ebusweni bake ngasemhlabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafika uYuda nabazalwana bakhe endlwini kaYosefu;ubesekhona yena. Bawa phambi kwakhe emhlabeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wangena uYuda nabazalwana bakhe endlwini kaYosefu; ngokuba wayeselapho, zawa phambi kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukufika kwabo ooJuda nabantakwabo, bafika esesekhaya uJosefu. Bafika bakhahlela,