Genesis 44:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati kubo u‐Josefe: Sesinina isenzo esi, enisenzileyo? anazi na ukuba inganyanisa ukulaula indoda enjengam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYosefu wathi kubo, Sisenzo sini na esi nisenzileyo?Beningazi na ukuba indoda enjengam nje ibingahlaba izihlabo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYosefu kubo, Nenzele ntoni na? Awuyazi ukuba indoda enjengam ingahlwayela?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wathi kubo uJosefu: “Niyenzeleni le nto? Beningazi kakade ukuba umntu okwesi sikhundla ndikuso uyakwazi ukuvumisa?”