Genesis 44:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandul, ukuti kwizicaka zako: Mhliseni eze kum, ukuba ndibeke amehlo am pezu kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke wena kubakhonzi bakho, Yihlani naye eze kum, ndiwamise amehlo am kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke wena kubakhonzi bakho, Mziseni kum, ndimbone.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke, mhlekazi, ze size nayo le ntwana khon' ukuze uyibone.