Genesis 44:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Saza sati enkosini yam: Ukohliwe umfana lowo kukumshiya uyise; nxa ashiya uyise, anga uyise eya kufa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sathi thina kwinkosi yam, Umfana lowo akanako ukumshiya uyise; emshiyile, uyise angafa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sathi thina kukumkani wam, Unyana akanako ukumshiya uyise; kuba xa athe wamshiya, uyise uya kufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sathi thina ayinako ukwahlukana noyise; angafa.