Genesis 44:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye ubusiti ezicakeni zako: Ukuba umninawe wenu omncinane akehli nani, anisayi kupinda ukubona ubuso bam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi wena kubakhonzi bakho, Ukuba umninawa wenu omncinane akathanga ehle nani, aniyi kubuya nibubone ubuso bam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi wena kubakhonzi bakho, Ukuba umninawa wenu omncinane akathanga ehle nani, anisayi kubuya nibubone ubuso bam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke wena thina zicaka zakho ze singezi apha singahambi nale ntwana.