Genesis 44:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, nxa sibe sinyukele esicakeni sako ubawo, samtyela amazwi enkosi yam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, xenikweni senyukayo saya kumkhonzi wakho ongubawo, samxelela amazwi enkosi yam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Senyuka ke saya kumkhonzi wakho, ubawo, samxelela amazwi am.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Sathi sakufika kubawo samxelela konke owakuthethayo.