Genesis 44:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye omnye wapuma kum’; ndaza ndati: Okunene uqwengiwe kanye; ndaye ndingabuyanga ndimbone kwada kwakaloku.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Omnye waphuma kum, ndathi, Inene, uqwengiwe; andimbonanga unangoku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Omnye wandishiya, ndathi, Okunene, uqwengiwe; kwaye ixesha elide andizange ndimbone;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Omnye unyana akasekho; kunokuba waqwengwa zizilwanyana, kuba akazange abonwe oko wemkayo.