Genesis 44:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko ke, makesihlale isicaka sako esikundleni somfana sibe likoboka enkosini yam, aze umfana enyuke nabakuluwe bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko makahlale umkhonzi wakho lo esikhundleni somfana, ndibe likhoboka enkosini yam mna; umfana anyuke nabakhuluwa bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko makahlale umkhonzi wakho endaweni yenkwenkwe, umkhonzi wenkosi yam; yaza inkwenkwe yenyuka nabantakwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke, mhlekazi, ndim oza kuhlala apha abe libanjwa endaweni yale ntwana. Yiyeke yona ibuyele ekhaya kunye nabakhuluwa bayo.