Genesis 44:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndiya kuti nina ukunyuka ndiye kubawo, nxa umfana angenam? hlezibe ndibone ubunzima obuya kumhlela ubawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndingathini na ukunyuka ndiye kubawo, engenam umfana?hleze ndibubone ububi obomfumana ubawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndingathini na ukunyuka ndiye kubawo, kungekho nkwenkwe? ukuze ndingayiboni intlekele eyehlela ubawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndingathini ukubuyela ekhaya ngaphandle kwale ntwana? Andinako ukukubukela ukudandatheka kukabawo.”