Genesis 44:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wawafumana, wateta kuwo kwa lamazwi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawafumana, wathetha kuwo loo mazwi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafika kubo, wathetha kwaelaa lizwi kubo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Siwathethile ke la mazwi isicaka sakufika kubo.