Genesis 44:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lowo ifunyanwa kuye pakati kwezicaka zako, makafe yena; kanjalo nati soba ngamakoboka enkosini yam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Osukuba ifunyenwe kuye phakathi kwabakhonzi bakhe, makafe;kananjalo thina sibe ngamakhoboka enkosini yam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Osukuba efunyenwe phakathi kwabakhonzi bakho, makafe naye; nathi siya kuba ngamakhoboka enkosini yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba kukho onayo apha kuthi makabulawe, baze abanye babanjwe babe ngamakhoboka.”