Genesis 45:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kangelani, amehlo enu ayabona, kwa namehlo omninawe wam u‐Benjamine, ukuba ngumlomo wam otetayo kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabonani, amehlo enu ayabona, namehlo omninawa wam uBhenjamin, ukuba ngumlomo wam lo uthethayo kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabonani, amehlo enu ayabona, noBhenjamin umninawa wam, ngamehlo enu, ukuba ngumlomo wam lo uthethayo kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uqhube wathi uJosefu: “Niyaqonda ke nonke ngoku ukuba ndinguJosefu, nditsho nawe Bhenjamin.