Genesis 45:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wamwela umninawe wake u‐Benjamine entanyeni, walila; no‐Benjamine walila entanyeni yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawa entanyeni kaBhenjamin, umninawa wakhe, walila;uBhenjamin walila entanyeni yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waziphosa entanyeni kaBhenjamin, walila; uBhenjamin wakhala entanyeni yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wawola uBhenjamin umntakwabo, walila, noBhenjamin walila emgonile.