Genesis 45:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka wanga bonke abakuluwe bake, walila pezu kwabo; nasemveni kwoko abakuluwe bake bateta naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabanga bonke abazalwana bakhe, walila phezu kwabo. Emveni koko, abazalwana bakhe bathetha naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaphezu koko, wabanga bonke abazalwana bakhe waza walilela phezu kwabo; emva koko abazalwana bakhe bathetha naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Esalila njalo wabagona abantakwabo, wabancamisa. Baqala ukuncokola naye ke abantakwabo emva koko.