Genesis 45:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo ningakataleli impahla yenu; ngokuba ubumnandi balo lonke ilizwe le‐Jipete bubobenu bona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iliso lenu malingabi nanceba empahleni yenu, kuba zonke izinto ezilungileyo zelizwe lonke laseYiputa zezenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo, musani ukuyinyamekela impahla yenu; kuba zonke izinto ezilungileyo zelizwe lonke laseYiputa zezenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Watsho esithi: “Ze ningazixhamli ngezinto eziya kusala eKanana; niza kuzuza ezona zixabisekileyo apha eJiputa.”