Genesis 45:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Benje njalo ke onyana baka‐Sirayeli: waye u‐Josefe wabanika inqwelo ngezwi lika‐Faro; wabanika nompako wendlela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Benjenjalo ke oonyana bakaSirayeli. UYosefu wabanika iinqwelo ngokomthetho kaFaro; wabanika nomphako wendlela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Benjenjalo ke oonyana bakaSirayeli. uYosefu wabanika iinqwelo ngokomthetho kaFaro, wabanika nomphako wendlela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Benza njengoko babeyalelwe oonyana bakaSirayeli. Banikwa iinqwelo nguJosefu ngokomyalelo kakumkani, kwakunye nomphako.