Genesis 45:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonke wabanika, abanye ngabanye, izivato zokuguqulelana; kodwa u‐Benjamine wamnika ishekele ezimakulu matatu zesilivere, nezivato zokuguqulelana ezihlanu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabanika bonke elowo iingubo zokukhululana. Wamnika uBhenjamin iisilivere ezimakhulu mathathu, neengubo ezintlanu zokukhululana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabanika zonke iingubo ngeengubo; kodwa uBhenjamin wamnika amakhulu amathathu eeshekele zesilivere neengubo zangaphantsi ezintlanu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Elowo wamnika iimpahla ezintsha zokunxiba, kodwa yena uBhenjamin wamnika amakhulu amathathu eesiliva neempahla zaphindwa kahlanu kwezabanye.