Genesis 45:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Sirayeli: Kwanele; u‐Josefe unyana wam usahleli; ndoya ndimbone ndingekabubi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSirayeli, Kwanele. UYosefu unyana wam usahleli.Ndiya kuya ndimbone, ndingekafi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSirayeli, Kwanele; uYosefu unyana wam usahleli; ndiya kumbona ndingekafi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USirayeli wathi: “Usaphila uJosefu umntwanam! Nantso nje qha into endiyifunayo: mandiye kumbona ndingekafi.”