Genesis 45:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kaloku maningadandateki, makungaqumbiseki emehlweni enu kanjako, ukuba nibe ninditengisela apa: ngokuba utixo enditumile pambi kwenu, ndize kulondoloza ubomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko musani ukuba buhlungu, ningaziqumbeli, ukuba nathengisa ngam apha; kuba uThixo wandithuma phambi kwenu ukuze ndisindise abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukuba buhlungu, ningaziqumbeli, ukuba nathengisa ngam apha; ngokuba uThixo wandithuma phambi kwenu ukuze ndisindise abantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sanukukhathazeka okanye nizohlwaye ngenxa yokuba nandithengisa apha. NguThixo owathi mandinandulele, ukuze kusinde abantu.