Genesis 46:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WAYE u‐Sirayeli wafuduka nako konke abenako, weza e‐Beresheba, wabingelela imibingelelo kuye utixo woyise u‐Yisake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wanduluka ke uSirayeli neento zonke abenazo, wafika eBher-shebha, wabingelela imibingelelo kuThixo kayise uIsake.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wanduluka ke uSirayeli neento zonke abenazo, wafika eBher-shebha, wabingelela kuThixo kayise uIsake.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USirayeli wathatha konke okwakhe wahamba, waya kutsho eBheshebha, apho wafika wenzela uThixo kayise uIsake idini.