Genesis 46:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Simone; ngu‐Jemuweli, no‐Yamine, no‐Ohadi, no‐Yakine, no‐Tsohare, no‐Saule unyana wom‐Kananekazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaSimon, nguYemuweli, noYamin, no-Ohadi, noYakin, noTsohare, noSawule, unyana womKananekazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaSimon nguYemuweli, noYamin, no-Ohadi, noYagin, noTsohare, noSawule, unyana womKananekazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USimon noonyana bakhe: uJemuweli noJamin, uOhadi noJakin noZoware, kwakunye noShawule, owayezelwe ngumKananakazi.