Genesis 46:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Yisakare; ngu‐Tola, no‐Puwa, no‐Jobi, no‐Shimrone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaIsakare nguTola, noPuwa, noYobhi, noShimron.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaIsakare nguTola, noPuwa, noYobhi, noShimron.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UIsakare yena wangena noonyana bakhe: uTola, noPuwa, noYashubhi, kunye noShimron.