Genesis 46:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Ashere; ngu‐Yimna, no‐Yisheva, no‐Yishevi, no‐Beriha, no‐Sera udade wabo: nonyana baka‐Beriha; ngu‐Kebere no‐Makiyeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana baka-Ashere nguImna, noIshwa, noIshvi, noBheriya, noSera udade wabo; oonyana bakaBheriya nguEbhere noMalekiyeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana baka-Ashere nguImna, noIshuwa, noIshvi, noBheriya, noSaraki, udade wabo; noonyana bakaBheriya; uHebhere noMalekiyeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAshere wangena noonyana bakhe: uImna noIshwa, kunye noIshvi noBheriya, kwakunye nodade wabo uSera. Oonyana bakaBheriya yayinguHebhere kunye noMalekiyeli.