Genesis 46:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aba bangonyana baka‐Rakele, ababemzalelwa u‐Yakobi; yonke imipefumlo ibilishumi elinesine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo abo oonyana bakaRakeli, abazalelwa uYakobi; iyonke yimiphefumlo elishumi elinamine.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo abo oonyana bakaRakeli, awazalelwa uYakobi; iyonke yimiphefumlo elishumi elinamine.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Eli shumi linane ke ngumlibo kaRakeli.