Genesis 46:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aba bangonyana baka‐Bileha, lowo u‐Labane wamnikayo ku‐Rakele intombi yake; aba ke wabazala ku‐Yakobi: yonke imipefumlo ibisixe̔nxe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo abo oonyana bakaBhiliha, awathi uLabhan wamnika uRakeli intombi yakhe; abo wabazalela uYakobi, iyonke yimiphefumlo esixhenxe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo abo oonyana bakaBhiliha, awathi uLabhan wamnika uRakeli intombi yakhe, wamzalela uYakobi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aba basixhenxe ngumlibo kaBhiliya, impelesi kaRakeli awayinikwa nguyise uLabhan.