Genesis 46:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WAZA wamsusa u‐Juda andulele kuye ukuya ku‐Josefe, ukuze abalatise ubuso bake ngase‐Goshene; bada bafika ezweni le‐Goshene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wasusa uYuda ukuba amandulele aye kuYosefu, ambonise indlela eya eGoshen; bafika ke ezweni laseGoshen.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathumela uYuda ukuba amkhaphele kuYosefu, ammise eGoshen; bafika ezweni laseGoshen.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYakobi wathi uJuda makaye kuxelela uJosefu ukuba makabahlangabeze eGoshen. Bakuba befikile eGoshen,