Genesis 46:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Sirayeli wati ku‐Josefe: Makendibube kaloku, sendibubonile nje ubuso bako, ukuba usahleli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSirayeli kuYosefu, Ndibubonile nje ubuso bakho, ukuba usahleli, mandife ngoku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSirayeli kuYosefu, Makhe ndife, mandibubone ubuso bakho, ngokuba usahleli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uSirayeli kuJosefu: “Nokuba ndingafa ngoku ndikubonile usaphila, kulungile.”