Genesis 46:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kuhla nawe ukuya e‐Jipete; ndobuya ndikunyuse ngenyaniso: woti u‐Josefe abeke isandla sake pezu kwamehlo ako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ndiya kuhla ndiye nawe eYiputa, ndinyuke nokunyuka nawe; uYosefu asibeke isandla sakhe phezu kwamehlo akho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ndiya kuhla ndiye nawe eYiputa; ndiya kukuvusa okunene, abeke uYosefu isandla sakhe phezu kwamehlo akho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kuya nawe eJiputa, ndibuye ndiyibuyisele kwalapha inzala yakho. UJosefu uya kukucima amehlo ukubhubha kwakho.”