Genesis 46:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
onyana bake, nonyana bonyana bake kunye naye; intombi zake, nentombi zonyana bake; nayo yonke inzalo yake wayizisa naye e‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oonyana bakhe, noonyana boonyana bakhe ndawonye naye, iintombi zakhe, neentombi zoonyana bakhe, nembewu yakhe yonke, weza nayo eYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakhe noonyana boonyana bakhe neentombi zakhe neentombi zoonyana bakhe nayo yonke inzala yakhe beza naye eYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
oonyana bakhe, abantwana babo, iintombi zakhe, kunye nabazukulwana bakhe.