Genesis 46:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ngawo la amagama onyana baka‐Sirayeli, abezayo e‐Jipete: u‐Yakobi nonyana bake. Owamazibulo ka‐Yakobi, ngu‐Rubene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngawo la amagama oonyana bakaSirayeli abafikayo eYiputa, uYakobi noonyana bakhe: amazibulo kaYakobi nguRubhen.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngawo la amagama oonyana bakaSirayeli abafikayo eYiputa: uYakobi noonyana bakhe: uRubhen amazibulo kaYakobi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngawo la amagama amaSirayeli, inzala kaYakobi, eyangenayo eJiputa kunye naye.