Genesis 47:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kungeko sonka kulo lonke ilizwe; ngokuba indlala ibinzima kakulu, lada lacubuka ilizwe le‐Jipete nelizwe le‐Kanane ngenxa yendlala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bekungekho kudla kulo lonke ilizwe; kuba ibinzima kunene indlala; ilizwe laseYiputa nelizwe lakwaKanan laphelelwa ngamandla ngenxa yendlala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bekungekho sonka kulo lonke elimiweyo; kuba ibinkulu kunene indlala, apho lafela khona ilizwe laseYiputa nelizwe lakwaKanan ngenxa yendlala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaligqugqisa indlala, kwaphela ukutya, bafa yindlala abantu baseJiputa naseKanana.