Genesis 47:15 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku yakugqibeka imali elizweni le‐Jipete, naselizweni le‐Kanane, andula eza onke ama‐Jipete ku‐Josefe, esiti: Sipe isonka; kunganina ke ukuba sibube ebusweni bako? ngokuba ipelile imali.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yaphela imali ezweni laseYiputa nasezweni lakwaKanan. Onke amaYiputa eza kuYosefu, esithi, Sinike ukudla. Yini na ukuba sife phambi kwakho, kuba imali iphelile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaphela ke imali ezweni laseYiputa nasezweni lakwaKanan, eza onke amaYiputa kuYosefu, esithi, Sinike isonka; kuba imali iyasilela.