Genesis 47:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waya watabata kubo bonke abazalwana bake amadoda amahlanu, wawamisa ebusweni buka‐Faro.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakhetha kubo abazalwana bakhe amadoda amahlanu, wawamisa phambi koFaro.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathabatha amadoda amahlanu kubazalwana bakhe, wawazisa kuFaro;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJosefu uthathe abahlanu kubakhuluwa bakhe, wabasa kukumkani.