Genesis 47:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nabo abantu, wabafudusela ezixekweni, kwa kwenye incam yemida yase‐Jipete kwada kwakwenye incam yayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abantu wabafudusela emizini, kwathabathela ekupheleni komnye umda waseYiputa kwesa ekupheleni komnye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke bona abantu wabafudusela emizini, kwathabathela kwelinye icala lomda waseYiputa kwesa kwelinye icala layo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke abemi baseJiputa wabenza izicaka uJosefu kulo lonke elo.