Genesis 47:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Josefe ebantwini: Bona ke, senditengele u‐Faro namhla nje nina nomhlaba wenu: kekaloku nantsi imbewu kuni, ukuba nihlwayele umhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYosefu ebantwini, Yabonani, namhla nina nomhlaba wenu ndinithengele uFaro; nantsi ke imbewu yenu, hlwayelani umhlaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYosefu ebantwini, Yabonani, nina namasimi enu namhla ndithengise ngawo kuFaro; uyabona, yimbewu yakho le, yihlwayele entsimini leyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJosefu wathi ebantwini: “Ngoku ningabakakumkani, kuba ndinithengile kunye namasimi enu. Nantsi ke imbewu; yiyani kulima.