Genesis 47:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati: Ndifungele. Wamfungela ke. Waza u‐Sirayeli wazitoba pezu kwentloko yawo umandlalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Funga; wafunga ke. Waqubuda uSirayeli phezu kwentloko yesingqengqelo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke yena, Ningandinaki; Wamfungela ke. Waqubuda uSirayeli emantloko esingqengqelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi uSirayeli: “Funga.” Wafunga uJosefu, waza uSirayeli wanqula uThixo ebambelele kumsimelelo wakhe.