Genesis 48:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Josefe esiti kuyise: Makungabi njalo, bawo! ngokuba nguló owamazibulo; beka isandla sako sokunene pezu kwentloko yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYosefu kuyise, Makungabi njalo, bawo, kuba ngulo owamazibulo; beka esokunene entlokweni yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYosefu kuyise, Makube loo nto, bawo, kuba lo ngowamazibulo; beka isandla sakho sokunene phezu kwentloko yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Watsho esithi: “Musukwenza loo nto, bawo. Nanku omkhulu; sibeke kuye isandla sokunene.”