Genesis 48:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwaxelwa ku‐Yakobi, kwatiwa: Bona ke, unyana wako u‐Josefe uyeza kuwe. Waye u‐Sirayeli wazomeleza, wahlala pezu kwawo umandlalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waxelelwa uYakobi kwathiwa, Nanku unyana wakho uYosefu esiza kuwe. Wazomeleza uSirayeli, wavuka, wahlala esingqengqelweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waxelelwa uYakobi, kwathiwa, Nanku unyana wakho uYosefu esiza kuwe, uSirayeli wamomeleza, wahlala ezingqengqelweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuva uSirayeli ukuba unyana wakhe uJosefu wayeze kumbona, wazomeleza wavuka wahlala emandlalweni.