Genesis 48:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Sirayeli ku‐Josefe: Bona ke, ndiyabuba; koko utixo eya kuba nani, anibuyisele elizweni loyihlo benu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
USirayeli wathi kuYosefu, Yabona, ndiza kufa; uThixo uya kuba nani, anibuyisele ezweni looyihlo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSirayeli kuYosefu, Yabona, ndiza kufa; kodwa uThixo uya kuba nani, anibuyisele ezweni looyihlo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wandula wathi kuJosefu uSirayeli: “Uyabona ke, mna sendiza kufa, kodwa uThixo uza kuba nani, anibuyisele kwilizwe lookhokho.