Genesis 48:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati kum: Bona ke, ndokucumisa, ndikwandise, ndenze ngawe umhlambi wabantu; ndandiya kunika elilizwe kwinzalo yako emva kwako libe yimfuyo engunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kum, Yabona, ndiya kukuqhamisa, ndikwandise, ndikwenze isikhungu sezizwe; eli lizwe ndilinike imbewu yakho emva kwakho, libe lelakho ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kum, Yabona, ndiya kukwandisa, ndinandise, ndikwenze isikhungu seentlanga; Lo mhlaba ndiwunike imbewu yakho emva kwakho, ube lilifa lakho ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi: ‘Ndiya kukupha inzala eninzi, ize loo nzala ibe zizizwe ngezizwe. Ndokunika lo mhlaba, ube lilifa lenzala yakho naphakade.’ ”